Eksodus 13:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 UYehova wahamba phambi kwabo emini ngomqulu welifu ukuba abakhokele endleleni,+ nangomqulu womlilo ebusuku ukuba abakhanyisele ukuze bahambe emini nasebusuku.+ INdumiso 34:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ingelosi kaYehova imisa inkampu macala onke kwabo bamoyikayo,+Ize ibahlangule.+ Isaya 52:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuba aniyi kuphuma ngokuphakuzela, yaye aniyi kuhamba ngokusaba.+ Kuba uYehova uya kube ehamba kanye phambi kwenu,+ uTHIXO kaSirayeli uya kunikhusela ngasemva.+
21 UYehova wahamba phambi kwabo emini ngomqulu welifu ukuba abakhokele endleleni,+ nangomqulu womlilo ebusuku ukuba abakhanyisele ukuze bahambe emini nasebusuku.+
12 Kuba aniyi kuphuma ngokuphakuzela, yaye aniyi kuhamba ngokusaba.+ Kuba uYehova uya kube ehamba kanye phambi kwenu,+ uTHIXO kaSirayeli uya kunikhusela ngasemva.+