Eksodus 3:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wongezelela uYehova wathi: “Ngokungathandabuzekiyo ndiyibonile inkxwaleko yabantu bam abaseYiputa, yaye ndisivile isikhalo sabo ngenxa yabo babaqweqwedisayo emsebenzini; kuba ndiyazi kakuhle intlungu yabo.+ 1 Kumkani 8:51 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 (kuba bangabantu bakho nelifa lakho,+ owabakhupha eYiputa,+ ngaphakathi kwiziko lentsimbi),+ Nehemiya 9:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Ngoko wayibona+ inkxwaleko yookhokho bethu eYiputa, wasiva nesikhalo sabo kuLwandle Olubomvu.+ INdumiso 107:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Bamemeza kuYehova becela uncedo ekubandezelekeni kwabo;+Njengesiqhelo ke wabasindisa kwiingcinezelo ezaziphezu kwabo.+
7 Wongezelela uYehova wathi: “Ngokungathandabuzekiyo ndiyibonile inkxwaleko yabantu bam abaseYiputa, yaye ndisivile isikhalo sabo ngenxa yabo babaqweqwedisayo emsebenzini; kuba ndiyazi kakuhle intlungu yabo.+
19 Bamemeza kuYehova becela uncedo ekubandezelekeni kwabo;+Njengesiqhelo ke wabasindisa kwiingcinezelo ezaziphezu kwabo.+