27 Ngenxa yoku wabanikela ezandleni zeentshaba zabo,+ ezaqhubeka zibabandezela;+ kodwa ngexesha lokubandezeleka kwabo babedanduluka kuwe,+ yaye wena wawubeva usemazulwini;+ ibe ngokwenceba yakho eninzi+ wawubanika abasindisi+ ababebasindisa esandleni seentshaba zabo.+