Eksodus 2:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ekuhambeni kwexesha uThixo wakuva+ ukugcuma+ kwabo waza wawukhumbula uThixo umnqophiso wakhe noAbraham, uIsake noYakobi.+ ABagwebi 4:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Oonyana bakaSirayeli badanduluka kuYehova,+ ngenxa yokuba wayeneenqwelo zokulwa ezingamakhulu asithoba ezinamarhengqa amakhulu entsimbi,+ yaye yena wabacinezela ngobungqwabalala oonyana bakaSirayeli+ iminyaka engamashumi amabini. 2 Kumkani 13:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ekuhambeni kwexesha uYehowahazi wambongoza+ uYehova, kangangokuba uYehova wamphulaphula;+ kuba wayeyibonile ingcinezelo kaSirayeli,+ ngenxa yokuba ukumkani waseSiriya wayemcinezele.+
24 Ekuhambeni kwexesha uThixo wakuva+ ukugcuma+ kwabo waza wawukhumbula uThixo umnqophiso wakhe noAbraham, uIsake noYakobi.+
3 Oonyana bakaSirayeli badanduluka kuYehova,+ ngenxa yokuba wayeneenqwelo zokulwa ezingamakhulu asithoba ezinamarhengqa amakhulu entsimbi,+ yaye yena wabacinezela ngobungqwabalala oonyana bakaSirayeli+ iminyaka engamashumi amabini.
4 Ekuhambeni kwexesha uYehowahazi wambongoza+ uYehova, kangangokuba uYehova wamphulaphula;+ kuba wayeyibonile ingcinezelo kaSirayeli,+ ngenxa yokuba ukumkani waseSiriya wayemcinezele.+