Eksodus 20:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Wukhumbule umhla wesabatha ukuba uwungcwalise,+ Eksodus 31:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Nosebenza imihla emithandathu, kodwa ngomhla wesixhenxe yisabatha yokuphumla ngokupheleleyo.+ Ingcwele kuYehova. Nabani na owenza umsebenzi ngomhla wesabatha wobulawa afe. Eksodus 35:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Nosebenza imihla emithandathu,+ kodwa wona umhla wesixhenxe woba yingcwele kuni, isabatha yophumlo olupheleleyo kuYehova. Nabani na owenza umsebenzi ngayo wobulawa.+ Levitikus 23:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “‘Nosebenza iintsuku ezintandathu, kodwa ngosuku lwesixhenxe yisabatha yophumlo olupheleleyo,+ indibano engcwele. Nize ningenzi naluphi na uhlobo lomsebenzi ngalo. Yoba yisabatha kaYehova kwiindawo zonke enihlala kuzo.+ Marko 2:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ngoko wahambisa wathi kubo: “Isabatha yabakho ngenxa yomntu,+ kungekhona umntu ngenxa yesabatha;+
15 Nosebenza imihla emithandathu, kodwa ngomhla wesixhenxe yisabatha yokuphumla ngokupheleleyo.+ Ingcwele kuYehova. Nabani na owenza umsebenzi ngomhla wesabatha wobulawa afe.
2 Nosebenza imihla emithandathu,+ kodwa wona umhla wesixhenxe woba yingcwele kuni, isabatha yophumlo olupheleleyo kuYehova. Nabani na owenza umsebenzi ngayo wobulawa.+
3 “‘Nosebenza iintsuku ezintandathu, kodwa ngosuku lwesixhenxe yisabatha yophumlo olupheleleyo,+ indibano engcwele. Nize ningenzi naluphi na uhlobo lomsebenzi ngalo. Yoba yisabatha kaYehova kwiindawo zonke enihlala kuzo.+