IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 18:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ikho na into emnqabeleyo uYehova?+ Ngexesha elimisiweyo ndiya kubuyela kuwe, kunyaka ozayo ngeli xesha, yaye uSara uya kuba nonyana.”

  • Daniyeli 3:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Ahlanganisana amabamba, nabathetheli, neerhuluneli, namagosa aphakamileyo+ kakumkani, aza abona ukuba umlilo awubanga namandla emizimbeni+ yala madoda omeleleyo, yaye kwakungarhawukanga nonwele olu lwentloko yawo,+ kwaneengubo zawo zokwaleka zazingatshintshanga, engenalo nevumba eli lomlilo.

  • IZenzo 7:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Ke kaloku xa uMoses wabona oko wamangaliswa ngulo mbono.+ Kodwa njengoko wayesondela esiza kuhlola, kwafika ilizwi likaYehova, lisithi,

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share