Eksodus 2:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 UFaro wayiva le nto, waza walinga ukumbulala uMoses;+ kodwa uMoses wabaleka+ wemka kuFaro waya kuhlala ezweni lakwaMidiyan;+ wafika khona wahlala ngasequleni. 2 Korinte 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Wasihlangula entweni enkulu kangako enjengokufa yaye uyasihlangula nangoku;+ kwaye sinethemba lokuba usaya kusihlangula ngokubhekele phaya.+
15 UFaro wayiva le nto, waza walinga ukumbulala uMoses;+ kodwa uMoses wabaleka+ wemka kuFaro waya kuhlala ezweni lakwaMidiyan;+ wafika khona wahlala ngasequleni.
10 Wasihlangula entweni enkulu kangako enjengokufa yaye uyasihlangula nangoku;+ kwaye sinethemba lokuba usaya kusihlangula ngokubhekele phaya.+