IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 12:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Waza uSamuweli wahlabela mgama wathi ebantwini: “UYehova [lingqina], owasebenzisa uMoses noAron nowanyusa ookhokho benu ebakhupha kwilizwe laseYiputa.+

  • INdumiso 105:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Wathumela uMoses umkhonzi wakhe,+

      UAron awayemnyulile.+

  • Isaya 63:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Waza lowo waqalisa ukukhumbula imihla yakudala, uMoses umkhonzi wakhe: “Uphi na Lowo wabanyusayo elwandle+ kunye nabalusi bomhlambi wakhe?+ Uphi na Lowo wabeka ngaphakathi kwakhe umoya Wakhe oyingcwele?+

  • IZenzo 7:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 Ngokuqinisekileyo ndikubonile ukuphathwa kakubi kwabantu bam abaseYiputa,+ kwaye ndikuvile ukugcuma+ kwabo ndaza ndehla ukuze ndibahlangule.+ Yiza ke, ndikuthume eYiputa.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share