Numeri 11:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ndiya kuhla+ ndithethe nawe khona;+ ndicaphule kumoya+ okuwe ndiwubeke kuwo, aze akuncedise ekuthwaleni umthwalo waba bantu, ungawuthwali wedwa.+ Hagayi 2:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 ‘Khumbulani oko ndanqophisana ngako nani xa naphumayo eYiputa,+ naxa umoya wam+ wawumi phakathi kwenu. Musani ukoyika.’”+ Zekariya 4:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngako oko yaphendula yaza yathi kum: “Lilo eli ilizwi likaYehova kuZerubhabheli, lisithi, ‘“Akungamkhosi wamajoni,+ kungengamandla,+ kodwa kungomoya wam,”+ utsho uYehova wemikhosi.
17 Ndiya kuhla+ ndithethe nawe khona;+ ndicaphule kumoya+ okuwe ndiwubeke kuwo, aze akuncedise ekuthwaleni umthwalo waba bantu, ungawuthwali wedwa.+
5 ‘Khumbulani oko ndanqophisana ngako nani xa naphumayo eYiputa,+ naxa umoya wam+ wawumi phakathi kwenu. Musani ukoyika.’”+
6 Ngako oko yaphendula yaza yathi kum: “Lilo eli ilizwi likaYehova kuZerubhabheli, lisithi, ‘“Akungamkhosi wamajoni,+ kungengamandla,+ kodwa kungomoya wam,”+ utsho uYehova wemikhosi.