Numeri 35:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Nimele nizikhethele izixeko ezifanelekileyo kuni. Ziya kuba zizixeko zenu zokusabela, yaye simele sibalekele kuzo isibulala-mntu esibethe sabulala umphefumlo singaqondanga.+ Duteronomi 4:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 ukuba sisabele khona isibulala-mntu esibulele idlelane laso singazi,+ ebesingalithiyanga ngaphambili;+ yaye simele sisabele kwesinye sezo zixeko size siphile,+ Duteronomi 19:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Uze uzilungiselele indlela, uwahlule ube ziinxalenye ezintathu ummandla welizwe lakho aya kukudlisa ilifa lalo uYehova uThixo wakho, ukuze nasiphi na isibulala-mntu sisabele khona.+ Yoshuwa 20:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngako oko banika iwonga elingcwele iKedeshe+ eGalili kummandla weentaba wakwaNafetali, naseShekem+ kummandla weentaba wakwaEfrayim, naseKiriyati-arbha,+ oko kukuthi, iHebron, kummandla weentaba wakwaYuda.
11 Nimele nizikhethele izixeko ezifanelekileyo kuni. Ziya kuba zizixeko zenu zokusabela, yaye simele sibalekele kuzo isibulala-mntu esibethe sabulala umphefumlo singaqondanga.+
42 ukuba sisabele khona isibulala-mntu esibulele idlelane laso singazi,+ ebesingalithiyanga ngaphambili;+ yaye simele sisabele kwesinye sezo zixeko size siphile,+
3 Uze uzilungiselele indlela, uwahlule ube ziinxalenye ezintathu ummandla welizwe lakho aya kukudlisa ilifa lalo uYehova uThixo wakho, ukuze nasiphi na isibulala-mntu sisabele khona.+
7 Ngako oko banika iwonga elingcwele iKedeshe+ eGalili kummandla weentaba wakwaNafetali, naseShekem+ kummandla weentaba wakwaEfrayim, naseKiriyati-arbha,+ oko kukuthi, iHebron, kummandla weentaba wakwaYuda.