IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 17:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Nabani na ovakalisa ongendawo elilungisa+ novakalisa ilungisa lingendawo+—bobabini bayinto ecekisekayo kuYehova.+

  • Nahum 1:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 UYehova uzeka kade umsindo+ yaye unamandla kakhulu,+ kwaye uYehova akayi kurhoxa ekohlwayeni.+

      Indlela yakhe isemoyeni otshabalalisayo nasesiphangweni, yaye ingqimba yelifu ngumgubo weenyawo zakhe.+

  • Roma 1:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Kuba ingqumbo kaThixo+ iyatyhilwa ivela ezulwini nxamnye nako konke ukungabi nabuthixo nentswela-bulungisa+ yabantu abathintela inyaniso+ ngokuswela ubulungisa,+

  • Roma 2:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Yaye uya kunika ngamnye ngokwemisebenzi yakhe:+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share