IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 5:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 “‘Okanye xa umphefumlo uchukumise into engahlambulukanga, enoba sisidumbu serhamncwa elingahlambulukanga okanye isidumbu sesilwanyana sasekhaya esingahlambulukanga okanye isidumbu sesidalwa esinyakazelayo,+ nangona ubungakwazi oko,+ sekunjalo woba ngongahlambulukanga uze ube netyala.+

  • Hezekile 44:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 “‘Yaye bafanele babayalele abantu bam umahluko phakathi kwento engcwele nento ehlanjelweyo; nomahluko phakathi koko kungahlambulukanga noko kuhlambulukileyo bafanele babenze bawazi.+

  • Hagayi 2:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Waza uHagayi wahlabela mgama wathi: “Ukuba umntu ongahlambulukanga ngenxa yomphefumlo ofileyo uchukumisa nayiphi na kwezi zinto, ngaba iya kuba yengahlambulukanga?”

      Baphendula ke bona ababingeleli bathi: “Iya kuba yengahlambulukanga.”+

  • Efese 5:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 yaye musani ukwabelana+ nabo kwimisebenzi yobumnyama+ engenasiqhamo, kunoko, bohlwayeni,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share