IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 20:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Ngako oko ndathi kuni:+ “Nina, niya kulidla ilifa ilizwe lazo, ndoninika mna ukuba libe lilifa kuni, ilizwe eliqukuqela ubisi nobusi.+ NdinguYehova uThixo wenu, onahlukanisileyo kwezinye izizwana.”+

  • Duteronomi 33:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 USirayeli uya kuhlala enqabisekile,+

      Umthombo kaYakobi ngokwawo,+

      Ezweni lokudla okuziinkozo newayini entsha.+

      Ewe, amazulu akhe aya kuthontsiza umbethe.+

  • 1 Kumkani 8:53
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 53 Kuba wena ngokwakho wabahlula njengelifa lakho kuzo zonke izizwana zomhlaba,+ kanye njengoko wathethayo ngoMoses+ umkhonzi wakho xa wawukhupha ookhokho bethu eYiputa, Owu Nkosi enguMongami Yehova.”

  • Estere 3:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 UHaman wathi kuKumkani uAhaswerosi: “Kukho bantu bathile abachithachithiweyo+ nabahlukileyo abaphakathi kwezizwana kuwo onke amaphondo kummandla wakho;+ yaye imithetho yabo yahlukile kweyabo bonke abanye abantu, nemithetho kakumkani abayenzi,+ yaye akufanelekanga ngokumkani ukuba abayeke.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share