Eksodus 33:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kuya kwaziwa njani na, kaloku, ukuba ndikholekile emehlweni akho, mna nabantu bakho? Akungokuthi na uhambe nathi,+ ndahluke mna nabantu bakho ebantwini bonke abaphezu komhlaba?”+ Duteronomi 32:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ekuzinikeni kOyena Uphakamileyo iintlanga ilifa,+Ekubahlukaniseni kwakhe oonyana baka-Adam,+Wayizinzisa imida yezizwana+Ngokwenani loonyana bakaSirayeli.+
16 Kuya kwaziwa njani na, kaloku, ukuba ndikholekile emehlweni akho, mna nabantu bakho? Akungokuthi na uhambe nathi,+ ndahluke mna nabantu bakho ebantwini bonke abaphezu komhlaba?”+
8 Ekuzinikeni kOyena Uphakamileyo iintlanga ilifa,+Ekubahlukaniseni kwakhe oonyana baka-Adam,+Wayizinzisa imida yezizwana+Ngokwenani loonyana bakaSirayeli.+