Numeri 22:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 ‘Khangela! Kuphume abantu eYiputa, bawugubungela umhlaba ukufikelela ekupheleni kokubona kwamehlo.+ Ngoko ke yiza, undishwabulelele bona.+ Mhlawumbi ndingakwazi ukulwa nabo, ndibagxothe.’” Numeri 24:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Wavutha ke umsindo kaBhalaki kuBhileham waza waqhwaba izandla,+ wathi uBhalaki kuBhileham: “Ndikubizele ukuba uzishwabulele+ iintshaba zam, kodwa, khangela! uzisikelele ngokupheleleyo ezi zihlandlo zozithathu. Yoshuwa 24:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yaye andizange ndifune kumphulaphula uBhileham.+ Ngenxa yoko wanisikelela ngokuphindaphindiweyo.+ Ngaloo ndlela ndanihlangula esandleni sakhe.+ Nehemiya 13:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 ngenxa yokuba bengazange bahlangabezane noonyana bakaSirayeli ngesonka+ namanzi,+ kodwa baqesha uBhileham+ nxamnye nabo ukuba abaqalekise.+ Noko ke, uThixo wethu wasitshintsha isiqalekiso saba yintsikelelo.+ INdumiso 109:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Bona mabavakalise isiqalekiso,+Kodwa wena ngamana ungavakalisa intsikelelo.+Bavukile, kodwa mababe neentloni,+Nomkhonzi wakho abe nemihlali.+ Mika 6:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Owu bantu bam, khanincede,+ nikhumbule oko uBhalaki ukumkani wakwaMowabhi wakucebayo,+ noko uBhileham unyana kaBhehore wamphendula ngako.+ KwakuseShitim,+ ukuya kutsho eGiligali,+ ukuze izenzo zikaYehova zobulungisa zaziwe.”+
11 ‘Khangela! Kuphume abantu eYiputa, bawugubungela umhlaba ukufikelela ekupheleni kokubona kwamehlo.+ Ngoko ke yiza, undishwabulelele bona.+ Mhlawumbi ndingakwazi ukulwa nabo, ndibagxothe.’”
10 Wavutha ke umsindo kaBhalaki kuBhileham waza waqhwaba izandla,+ wathi uBhalaki kuBhileham: “Ndikubizele ukuba uzishwabulele+ iintshaba zam, kodwa, khangela! uzisikelele ngokupheleleyo ezi zihlandlo zozithathu.
10 Yaye andizange ndifune kumphulaphula uBhileham.+ Ngenxa yoko wanisikelela ngokuphindaphindiweyo.+ Ngaloo ndlela ndanihlangula esandleni sakhe.+
2 ngenxa yokuba bengazange bahlangabezane noonyana bakaSirayeli ngesonka+ namanzi,+ kodwa baqesha uBhileham+ nxamnye nabo ukuba abaqalekise.+ Noko ke, uThixo wethu wasitshintsha isiqalekiso saba yintsikelelo.+
28 Bona mabavakalise isiqalekiso,+Kodwa wena ngamana ungavakalisa intsikelelo.+Bavukile, kodwa mababe neentloni,+Nomkhonzi wakho abe nemihlali.+
5 Owu bantu bam, khanincede,+ nikhumbule oko uBhalaki ukumkani wakwaMowabhi wakucebayo,+ noko uBhileham unyana kaBhehore wamphendula ngako.+ KwakuseShitim,+ ukuya kutsho eGiligali,+ ukuze izenzo zikaYehova zobulungisa zaziwe.”+