Genesis 29:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Wamitha ke uLeya, wazala unyana, wamthiya igama elinguRubhen,+ kuba wayesithi: “Kungenxa yokuba uYehova uzikhangele iintsizi zam,+ yaye ngoku indoda yam iya kundithanda.” Genesis 46:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngawo la amagama oonyana bakaSirayeli abafikayo eYiputa:+ uYakobi noonyana bakhe: Izibulo likaYakobi yayinguRubhen.+ 1 Kronike 5:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Bona oonyana bakaRubhen+ izibulo likaSirayeli—kuba yayinguye izibulo;+ kodwa ngenxa yokuhlambela kwakhe isingqengqelo sikayise+ ilungelo lakhe lobuzibulo lanikwa oonyana bakaYosefu+ unyana kaSirayeli, ngoko akazange abhaliswe kumlibo wokuzalwa njengezibulo.
32 Wamitha ke uLeya, wazala unyana, wamthiya igama elinguRubhen,+ kuba wayesithi: “Kungenxa yokuba uYehova uzikhangele iintsizi zam,+ yaye ngoku indoda yam iya kundithanda.”
8 Ngawo la amagama oonyana bakaSirayeli abafikayo eYiputa:+ uYakobi noonyana bakhe: Izibulo likaYakobi yayinguRubhen.+
5 Bona oonyana bakaRubhen+ izibulo likaSirayeli—kuba yayinguye izibulo;+ kodwa ngenxa yokuhlambela kwakhe isingqengqelo sikayise+ ilungelo lakhe lobuzibulo lanikwa oonyana bakaYosefu+ unyana kaSirayeli, ngoko akazange abhaliswe kumlibo wokuzalwa njengezibulo.