Levitikus 17:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “‘Nawuphi na umntu wendlu kaSirayeli okanye umphambukeli ophambukele phakathi kwenu othi adle naluphi na uhlobo lwegazi,+ ndowuchasa ngokuqinisekileyo loo mphefumlo+ udle igazi, ndiwunqumle phakathi kwabantu bakowawo. Yeremiya 44:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Ngoko ke utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi, ‘Yabonani, ubuso bam ndibubhekisa kuni ukuba ndinizisele intlekele nokunqunyulwa kukaYuda wonke.+ Hezekile 15:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Yaye ndibubhekise kubo ubuso bam.+ Baphume emlilweni, kodwa umlilo uya kubaqwenga.+ Niya kwazi ukuba ndinguYehova, xa ndibhekise ubuso bam kubo.’”+
10 “‘Nawuphi na umntu wendlu kaSirayeli okanye umphambukeli ophambukele phakathi kwenu othi adle naluphi na uhlobo lwegazi,+ ndowuchasa ngokuqinisekileyo loo mphefumlo+ udle igazi, ndiwunqumle phakathi kwabantu bakowawo.
11 “Ngoko ke utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi, ‘Yabonani, ubuso bam ndibubhekisa kuni ukuba ndinizisele intlekele nokunqunyulwa kukaYuda wonke.+
7 Yaye ndibubhekise kubo ubuso bam.+ Baphume emlilweni, kodwa umlilo uya kubaqwenga.+ Niya kwazi ukuba ndinguYehova, xa ndibhekise ubuso bam kubo.’”+