Duteronomi 34:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Waza uYoshuwa unyana kaNun wazala ngumoya wobulumko,+ ngokuba uMoses wayembeke isandla;+ bamphulaphula ke oonyana bakaSirayeli baza benza kanye njengoko uYehova wamyalelayo uMoses.+ Luka 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kanjalo, uya kuhamba phambi kwakhe enomoya namandla kaEliya,+ ukuze azibuyisele iintliziyo+ zooyise kubantwana nabo bangathobeliyo kubo ubulumko bobuqili babo bangamalungisa, ukuze alungiselele uYehova+ isizwana esilungisiweyo.”+ IZenzo 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 kodwa niya kwamkela amandla+ xa umoya oyingcwele ufika kuni, yaye niya kuba ngamangqina+ am eYerusalem+ nakulo lonke elakwaYuda naseSamariya+ kude kuse nakwezona nxalenye zikude zomhlaba.”+ IZenzo 8:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngoko bababeka izandla,+ baza bamkela umoya oyingcwele.
9 Waza uYoshuwa unyana kaNun wazala ngumoya wobulumko,+ ngokuba uMoses wayembeke isandla;+ bamphulaphula ke oonyana bakaSirayeli baza benza kanye njengoko uYehova wamyalelayo uMoses.+
17 Kanjalo, uya kuhamba phambi kwakhe enomoya namandla kaEliya,+ ukuze azibuyisele iintliziyo+ zooyise kubantwana nabo bangathobeliyo kubo ubulumko bobuqili babo bangamalungisa, ukuze alungiselele uYehova+ isizwana esilungisiweyo.”+
8 kodwa niya kwamkela amandla+ xa umoya oyingcwele ufika kuni, yaye niya kuba ngamangqina+ am eYerusalem+ nakulo lonke elakwaYuda naseSamariya+ kude kuse nakwezona nxalenye zikude zomhlaba.”+