Genesis 47:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngaloo ndlela uYosefu wabahlalisa waza wabanika ilifa uyise nabantakwabo ezweni laseYiputa, kweyona ndawo intle yelizwe, ezweni laseRameses,+ kanye njengoko wayeyalele uFaro. Eksodus 12:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Banduluka ke oonyana bakaSirayeli eRameses+ baya eSukoti,+ bengamadoda omeleleyo angamakhulu amathandathu amawaka ehamba ngeenyawo, ngaphandle kwabantwana.+
11 Ngaloo ndlela uYosefu wabahlalisa waza wabanika ilifa uyise nabantakwabo ezweni laseYiputa, kweyona ndawo intle yelizwe, ezweni laseRameses,+ kanye njengoko wayeyalele uFaro.
37 Banduluka ke oonyana bakaSirayeli eRameses+ baya eSukoti,+ bengamadoda omeleleyo angamakhulu amathandathu amawaka ehamba ngeenyawo, ngaphandle kwabantwana.+