Eksodus 28:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Ibe sebunzi kuAron, ukuze aphendule uAron ngesiphoso esenziwe nxamnye nezinto ezingcwele,+ abazingcwalisayo oonyana bakaSirayeli, oko kukuthi, zonke izipho zabo ezingcwele; yaye imele ihlale isebunzi kuye rhoqo, ukuze bakholeke+ phambi koYehova. Levitikus 22:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “‘Mabayigcine imbopheleleko yabo kum, bangazithwalisi isono ngayo baze bafe ngayo,+ ngokuba beyihlambele yona. NdinguYehova obangcwalisayo. Numeri 18:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 NgabaLevi abafanele baphumeze inkonzo yasententeni yokuhlangana, yaye ngabo abaya kuphendula ngesiphoso sabo.+ Kungummiselo wexesha elingenammiselo ukuthi abafanele bafumane lifa phakathi koonyana bakaSirayeli.+ Hebhere 5:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Uyakwazi ukuqhubana ngobungcathu kunye nabangenalwazi nabo benza iziphoso ekubeni naye enobuthathaka bakhe,+
38 Ibe sebunzi kuAron, ukuze aphendule uAron ngesiphoso esenziwe nxamnye nezinto ezingcwele,+ abazingcwalisayo oonyana bakaSirayeli, oko kukuthi, zonke izipho zabo ezingcwele; yaye imele ihlale isebunzi kuye rhoqo, ukuze bakholeke+ phambi koYehova.
9 “‘Mabayigcine imbopheleleko yabo kum, bangazithwalisi isono ngayo baze bafe ngayo,+ ngokuba beyihlambele yona. NdinguYehova obangcwalisayo.
23 NgabaLevi abafanele baphumeze inkonzo yasententeni yokuhlangana, yaye ngabo abaya kuphendula ngesiphoso sabo.+ Kungummiselo wexesha elingenammiselo ukuthi abafanele bafumane lifa phakathi koonyana bakaSirayeli.+
2 Uyakwazi ukuqhubana ngobungcathu kunye nabangenalwazi nabo benza iziphoso ekubeni naye enobuthathaka bakhe,+