Duteronomi 19:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “Uze ungawunciphisi umda wedlelane lakho,+ awawumisayo amanyange elifeni lakho oya kulidla ezweni elo akunika lona uYehova uThixo wakho ukuba ulidle ilifa. Duteronomi 27:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “‘Uqalekisiwe onciphisa umda wedlelane lakhe.’+ (Bathi bonke abantu, ‘Amen!’) IMizekeliso 23:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Musa ukuwunciphisa umda wakudala,+ ungangeni entsimini yamakhwenkwe angenayise.+ Hoseya 5:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Iinkosana zakwaYuda zifana kanye nabo banciphisa umda.+ Ukuvutha komsindo wam ndiya kukuphalazela phezu kwabo njengamanzi.
14 “Uze ungawunciphisi umda wedlelane lakho,+ awawumisayo amanyange elifeni lakho oya kulidla ezweni elo akunika lona uYehova uThixo wakho ukuba ulidle ilifa.
10 Iinkosana zakwaYuda zifana kanye nabo banciphisa umda.+ Ukuvutha komsindo wam ndiya kukuphalazela phezu kwabo njengamanzi.