IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 23:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 “Uze ungayithabathi ingxelo yobuxoki.+ Ungasebenzisani nongendawo ngokuthi ube lingqina lobubi.+

  • 1 Kumkani 21:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Kwandula ke kwangena amadoda amabini angamatshivela, ahlala phantsi phambi kwakhe; yaye amadoda amabini angamatshivela anikela ubungqina nxamnye naye, oko kukuthi, uNabhoti, phambi kwabantu, esithi: “UNabhoti umqalekisile uThixo nokumkani!”+ Emva koko amkhuphela kummandla ongaphandle kwesixeko aza amxuluba ngamatye, wada wafa.+

  • INdumiso 27:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ungandinikeli emphefumlweni weentshaba zam;+

      Kuba ndiphakanyelwe ngamangqina obuxoki,+

      Nangulowo utsawula ugonyamelo.+

  • Marko 14:56
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 56 Abaninzi, eneneni, babenikela ubungqina bobuxoki nxamnye naye,+ kodwa ubungqina babo babungavumelani.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share