IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 21:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Nihlalise phambi kwakhe, amadoda amabini+ angamatshivela,+ wona anikele ubungqina nxamnye naye,+ athi, ‘Umqalekisile uThixo nokumkani!’+ Nize nimkhuphe nimxulube ade afe.”+

  • INtshumayeli 3:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Yaye ngokubhekele phaya ndabona phantsi kwelanga indawo yokusesikweni apho kwakukho ubungendawo nendawo yobulungisa apho kwakukho ubungendawo.+

  • Amosi 5:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Kuba ndiyakwazi ukuba kuninzi kwako ukuvukela kwenu+ nokuba zininzi kwezono zenu,+ nina babonakalisa ubutshaba kwilungisa,+ nina bathabatha imali yokuval’ umlomo,+ nabajikisa amahlwempu+ esangweni.+

  • Habhakuki 1:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ngoko ke umthetho undindisholo, nokusesikweni akuze kubekho.+ Ngenxa yokuba olilungisa ungqongwe ngongendawo, ngoko okusesikweni kuphuma kugwenxa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share