Duteronomi 16:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Uze ungasijiki isigwebo.+ Ungakhethi buso+ okanye wamkele isinyobo, kuba isinyobo simfamekisa amehlo ezilumko,+ sigqwethe amazwi amalungisa. 2 Kronike 19:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ke kaloku vumelani ukunkwantya+ kuYehova kube kuni.+ Lumkani nize nithabathe inyathelo,+ kuba uYehova uThixo wethu akanantswela-bulungisa+ nakukhetha buso+ okanye kuthabatha sinyobo.”+ Amosi 5:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuba ndiyakwazi ukuba kuninzi kwako ukuvukela kwenu+ nokuba zininzi kwezono zenu,+ nina babonakalisa ubutshaba kwilungisa,+ nina bathabatha imali yokuval’ umlomo,+ nabajikisa amahlwempu+ esangweni.+
19 Uze ungasijiki isigwebo.+ Ungakhethi buso+ okanye wamkele isinyobo, kuba isinyobo simfamekisa amehlo ezilumko,+ sigqwethe amazwi amalungisa.
7 Ke kaloku vumelani ukunkwantya+ kuYehova kube kuni.+ Lumkani nize nithabathe inyathelo,+ kuba uYehova uThixo wethu akanantswela-bulungisa+ nakukhetha buso+ okanye kuthabatha sinyobo.”+
12 Kuba ndiyakwazi ukuba kuninzi kwako ukuvukela kwenu+ nokuba zininzi kwezono zenu,+ nina babonakalisa ubutshaba kwilungisa,+ nina bathabatha imali yokuval’ umlomo,+ nabajikisa amahlwempu+ esangweni.+