10 KwanoRute umMowabhikazi, umfazi kaMahalon, ndiyamthenga ukuba abe ngumfazi wam ukuze kuvuke igama lendoda efileyo+ elifeni layo nokuze igama lendoda efileyo lingabi nakunqunyulwa phakathi kwabantakwayo nakwisango lendawo yayo. Ningamangqina+ namhlanje.”