Genesis 46:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Oonyana bakaYosefu awabazalelwa eYiputa yimiphefumlo emibini. Iyonke imiphefumlo yendlu kaYakobi eyaya eYiputa yayingamashumi asixhenxe.+ Duteronomi 7:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Akubanga ngenxa yobuninzi benu kunezizwana zonke le nto abonise umsa kuni uYehova waza waninyula,+ kuba nanimbalwa kunezizwana zonke.+
27 Oonyana bakaYosefu awabazalelwa eYiputa yimiphefumlo emibini. Iyonke imiphefumlo yendlu kaYakobi eyaya eYiputa yayingamashumi asixhenxe.+
7 “Akubanga ngenxa yobuninzi benu kunezizwana zonke le nto abonise umsa kuni uYehova waza waninyula,+ kuba nanimbalwa kunezizwana zonke.+