Duteronomi 4:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 “[Ukanti ke noko uyaqhubeka uphila], ngokuba wabathanda ookhokho bakho kangangokuba wayikhetha nembewu yabo emva kwabo+ waza wakukhupha eYiputa phambi kwamehlo akhe ngamandla akhe amakhulu,+ Duteronomi 10:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 UYehova wanamathela kookhokho bakho kuphela ukuba abathande, wanyula inzala yabo emva kwabo,+ nina aba, kunazo zonke ezinye izizwana, njengoko kusenjalo unanamhla. INdumiso 105:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Owu mbewu ka-Abraham umkhonzi wakhe,+Nina bonyana bakaYakobi, abanyuliweyo bakhe.+ Roma 9:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 kuba nakuba ayengekazalwa yaye engekaqheliseli nantoni na elungileyo okanye embi,+ ukuze injongo kaThixo ngokuphathelele ukunyula iqhubeke ixhomekeke, kungekhona kwimisebenzi, kodwa kuLowo ubizayo,+
37 “[Ukanti ke noko uyaqhubeka uphila], ngokuba wabathanda ookhokho bakho kangangokuba wayikhetha nembewu yabo emva kwabo+ waza wakukhupha eYiputa phambi kwamehlo akhe ngamandla akhe amakhulu,+
15 UYehova wanamathela kookhokho bakho kuphela ukuba abathande, wanyula inzala yabo emva kwabo,+ nina aba, kunazo zonke ezinye izizwana, njengoko kusenjalo unanamhla.
11 kuba nakuba ayengekazalwa yaye engekaqheliseli nantoni na elungileyo okanye embi,+ ukuze injongo kaThixo ngokuphathelele ukunyula iqhubeke ixhomekeke, kungekhona kwimisebenzi, kodwa kuLowo ubizayo,+