Duteronomi 10:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Behla beyimiphefumlo engamashumi asixhenxe ookhokho bakho ukuya eYiputa,+ ke ngoku uYehova uThixo wenu unenze nangangeenkwenkwezi zasemazulwini ukuba baninzi kwenu.+ INdumiso 105:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Oku kwakunjalo xa babembalwa ngenani,+Ewe, bembalwa kakhulu, yaye bengabaphambukeli kulo.+ Isaya 51:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Khangelani kuAbraham+ uyihlo+ nakuSara+ owanizala enenimba. Kuba wayemnye ukumbiza kwam,+ ndamsikelela ndaza ndamenza waba mninzi.+
22 Behla beyimiphefumlo engamashumi asixhenxe ookhokho bakho ukuya eYiputa,+ ke ngoku uYehova uThixo wenu unenze nangangeenkwenkwezi zasemazulwini ukuba baninzi kwenu.+
2 Khangelani kuAbraham+ uyihlo+ nakuSara+ owanizala enenimba. Kuba wayemnye ukumbiza kwam,+ ndamsikelela ndaza ndamenza waba mninzi.+