IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 28:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 Bonikwa sizwana simbi+ oonyana bakho neentombi zakho, uhlale ujong’ enkalweni—kodwa singabi namandla isandla sakho.+

  • 2 Kumkani 24:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Wayithabathela ekuthinjweni+ yonke iYerusalem nazo zonke iinkosana+ nawo onke amadoda angamakroti,+ anamandla—wathabathela ekuthinjweni ishumi lamawaka—nazo zonke iingcibi+ nabakhi bodonga lokukhusela. Akukho namnye owasala ngasemva ngaphandle kodidi olusweleyo+ lwabantu belo lizwe.

  • Yeremiya 52:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Nabathile kwabo basweleyo ebantwini nabo bonke abanye abantu ababesele esixekweni+ nabo babeqhweshile ababephambukele kukumkani waseBhabhiloni nabanye abasebenzi abanobuchule uNebhuzaradan intloko yamafanankosi wabasa ekuthinjweni.+

  • Yeremiya 52:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Ngonyaka wamashumi amabini anesithathu kaNebhukaderetsare, uNebhuzaradan intloko yamafanankosi wathabathela amaYuda ekuthinjweni, imiphefumlo engamakhulu asixhenxe anamashumi mane anesihlanu.+

      Yonke imiphefumlo yayingamawaka amane anamakhulu mathandathu.

  • IZililo 1:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 Iintshaba zayo ziye zaba yintloko.+ Abo baziintshaba zayo abaxhalele nto.+

      Ngenxa yokuba uYehova uyizisele intlungu ngenxa yobuninzi bokunxhaxha kwayo,+

      Abantwana bayo bahambe bengabathinjwa phambi kotshaba.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share