IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 8:47
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 47 baze ngokwenene babuyele ezingqondweni bekwilizwe abathatyathelwa kulo njengabathinjwa,+ babuye+ bacele+ ubabalo kuwe kwilizwe labathimbi,+ besithi, ‘Sonile+ saza senza isiphoso,+ senze ngokungendawo’;+

  • Nehemiya 1:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Nakuba nibuyele kum+ naza nagcina imiyalelo yam+ nayenza,+ nangona abantu benu abasasazekileyo beya kuba besesiphelweni samazulu, ndiya kubaqokelela+ apho ndize ngokuqinisekileyo ndibazise+ kwindawo endiyikhethileyo ukuze ndilihlalise kuyo igama lam.’+

  • Hezekile 18:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Xa ebona+ aze abuye ekunxaxheni kwakhe konke akwenzileyo,+ ngokuqinisekileyo uya kuhlala ephila. Akayi kufa.+

  • Yoweli 2:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Krazulani iintliziyo zenu,+ kungekhona izambatho zenu;+ nize nibuyele kuYehova uThixo wenu, kuba unobabalo nenceba,+ uzeka kade umsindo+ kwaye unobubele bothando obuninzi,+ yaye ngokuqinisekileyo uya kuzisola ngenxa yentlekele.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share