-
1 Samuweli 7:3INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
3 Wathi ke uSamuweli kuyo yonke indlu kaSirayeli: “Ukuba nibuyela kuYehova ngentliziyo yenu yonke,+ balahleni oothixo basemzini abaphakathi kwenu+ kwakunye nemifanekiso ka-Ashtoreti,+ nize nibhekise ngokungaxengaxengiyo intliziyo yenu kuYehova nikhonze yena yedwa,+ yaye uya kunihlangula esandleni samaFilisti.”+
-
-
Hezekile 33:12INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
12 “Wena ke, nyana womntu, yithi koonyana babantu bakowenu, ‘Ubulungisa belungisa abuyi kulihlangula ngemini yokuvukela kwalo.+ Kodwa ngokubhekisele kubungendawo bongendawo, akayi kukhutyekiswa bubo ngemini yokubuya kwakhe kubungendawo bakhe.+ Naye nabani na onobulungisa akayi kuhlala ephila ngenxa yabo ngemini yokona kwakhe.+
-