Levitikus 10:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Wathi uMoses kuAron: “Oku koko akuthethileyo uYehova, esithi, ‘Mandingcwaliswe+ ngabo basondelayo kum,+ ndizukiswe phambi kwabantu bonke.’”+ Wathi cwaka uAron. Levitikus 22:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Nize ningalihlambeli igama lam elingcwele,+ yaye ndimele ndingcwaliswe phakathi koonyana bakaSirayeli.+ NdinguYehova oningcwalisayo,+ Isaya 8:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 UYehova wemikhosi—Nguye enifanele nimngcwalise,+ nimoyike,+ yaye Nguye enifanele nimngcangcazelele.”+ Mateyu 6:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Ngoko ke, nina nize nithandaze ngale ndlela:+ “‘Bawo wethu osemazulwini, malingcwaliswe+ igama lakho.+
3 Wathi uMoses kuAron: “Oku koko akuthethileyo uYehova, esithi, ‘Mandingcwaliswe+ ngabo basondelayo kum,+ ndizukiswe phambi kwabantu bonke.’”+ Wathi cwaka uAron.
32 Nize ningalihlambeli igama lam elingcwele,+ yaye ndimele ndingcwaliswe phakathi koonyana bakaSirayeli.+ NdinguYehova oningcwalisayo,+
13 UYehova wemikhosi—Nguye enifanele nimngcwalise,+ nimoyike,+ yaye Nguye enifanele nimngcangcazelele.”+
9 “Ngoko ke, nina nize nithandaze ngale ndlela:+ “‘Bawo wethu osemazulwini, malingcwaliswe+ igama lakho.+