IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 24:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Walithabatha ke ngoko uMoses igazi, wabafefa ngalo abantu+ waza wathi: “Nalo igazi lomnqophiso+ awenzileyo uYehova nani ngawo onke la mazwi.”

  • Yohane 1:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ngenxa yokuba uMthetho wanikelwa ngoMoses,+ bona ububele obungasifanelanga+ nenyaniso+ zabakho ngoYesu Kristu.

  • IZenzo 15:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Kanti, bambi kwabo behlelo labaFarisi ababekholiwe baphakama kwizihlalo zabo baza bathi: “Kuyimfuneko ukuba baluswe+ baze bayalelwe ukuba bagcine umthetho kaMoses.”+

  • 1 Korinte 9:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kuba emthethweni kaMoses kubhaliwe kwathiwa: “Uze ungayifaki isicheme inkunzi yenkomo xa ibhula ukutya okuziinkozo.”+ Ziinkunzi zeenkomo na azikhathaleleyo uThixo?

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share