ABagwebi 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 UYehova wathi: “Kuya kunyuka uYuda.+ Khangela! Ngokuqinisekileyo ndiya kulinikela esandleni sakhe ilizwe.” 2 Samuweli 7:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kwathi ke, akuhlala ukumkani endlwini yakhe+ noYehova emnike ukuphumla kuzo zonke iintshaba zakhe ezazimjikelezile,+ 2 Samuweli 7:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ndiya kuba nawe naphi na apho uya khona,+ ndizinqumle zonke iintshaba zakho phambi kwakho;+ kwaye ngokuqinisekileyo ndiya kukunika igama elikhulu,+ njengegama labo bakhulu abasemhlabeni.
2 UYehova wathi: “Kuya kunyuka uYuda.+ Khangela! Ngokuqinisekileyo ndiya kulinikela esandleni sakhe ilizwe.”
7 Kwathi ke, akuhlala ukumkani endlwini yakhe+ noYehova emnike ukuphumla kuzo zonke iintshaba zakhe ezazimjikelezile,+
9 Ndiya kuba nawe naphi na apho uya khona,+ ndizinqumle zonke iintshaba zakho phambi kwakho;+ kwaye ngokuqinisekileyo ndiya kukunika igama elikhulu,+ njengegama labo bakhulu abasemhlabeni.