Duteronomi 10:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Kaloku ke, Sirayeli, yintoni na uYehova uThixo wakho ayifunayo kuwe+ ngaphandle kokuba woyike+ uYehova uThixo wakho, uhambe ngeendlela zakhe zonke+ uze umthande+ yaye umkhonze uYehova uThixo wakho ngentliziyo yakho yonke nangomphefumlo wakho wonke;+ Yeremiya 7:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kodwa eli lizwi ndalivakalisa kubo njengomyalelo, ndisithi: “Thobelani ilizwi lam,+ ndiya kuba nguThixo wenu,+ nize nina nibe ngabantu bam; yaye nimele nihambe ngendlela+ yonke endiya kuniyalela ngayo, ukuze kulunge kuni.”’+
12 “Kaloku ke, Sirayeli, yintoni na uYehova uThixo wakho ayifunayo kuwe+ ngaphandle kokuba woyike+ uYehova uThixo wakho, uhambe ngeendlela zakhe zonke+ uze umthande+ yaye umkhonze uYehova uThixo wakho ngentliziyo yakho yonke nangomphefumlo wakho wonke;+
23 Kodwa eli lizwi ndalivakalisa kubo njengomyalelo, ndisithi: “Thobelani ilizwi lam,+ ndiya kuba nguThixo wenu,+ nize nina nibe ngabantu bam; yaye nimele nihambe ngendlela+ yonke endiya kuniyalela ngayo, ukuze kulunge kuni.”’+