IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 15:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Wathi: “Ukuba uthe waliphulaphula ngenyameko ilizwi likaYehova uThixo wakho, wenza okulungileyo emehlweni akhe, wayibekela indlebe imiyalelo yakhe, wayigcina yonke imimiselo yakhe,+ andiyi kubeka phezu kwakho nasinye kwezo zifo ndizibekileyo phezu kwamaYiputa;+ kuba ndinguYehova okuphilisayo.”+

  • Levitikus 26:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 “‘Ukuba niyaqhubeka nihamba emimiselweni yam nize niyigcine imiyalelo yam, niyenze,+

  • Duteronomi 6:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Umele ke uphulaphule, Sirayeli, ukunyamekele ukuyenza,+ ukuze kulunge kuwe,+ nize nande kakhulu, kanye njengoko uYehova uThixo wookhokho bakho wakuthembisayo,+ ngokuphathelele ilizwe eliqukuqela ubisi nobusi.

  • Yeremiya 11:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 endawuyalela ookhokho benu ngemini yokubakhupha kwam kwilizwe laseYiputa,+ kwiziko lentsimbi,+ ndisithi, ‘Thobelani ilizwi lam, nenze ngokuvumelana nako konke endiniyalela kona;+ yaye ngokuqinisekileyo niya kuba ngabantu bam nam ndibe nguThixo wenu,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share