Yoshuwa 5:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngoko imana yaphela kusuku olulandelayo bakuba bedle enye yemveliso yelizwe, yaye imana ayizange ibekho kwakhona koonyana bakaSirayeli,+ baza badla enye yemveliso yelizwe lakwaKanan ngaloo nyaka.+ Nehemiya 9:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Wabanika nesonka esivela ezulwini ngenxa yokulamba kwabo,+ namanzi avela engxondorheni ngenxa yokunxanwa kwabo,+ yaye wahlabela mgama wathi kubo mabangene+ balidle ilifa ilizwe owaphakamisa isandla sakho wafunga ukubanika lona.+
12 Ngoko imana yaphela kusuku olulandelayo bakuba bedle enye yemveliso yelizwe, yaye imana ayizange ibekho kwakhona koonyana bakaSirayeli,+ baza badla enye yemveliso yelizwe lakwaKanan ngaloo nyaka.+
15 Wabanika nesonka esivela ezulwini ngenxa yokulamba kwabo,+ namanzi avela engxondorheni ngenxa yokunxanwa kwabo,+ yaye wahlabela mgama wathi kubo mabangene+ balidle ilifa ilizwe owaphakamisa isandla sakho wafunga ukubanika lona.+