Numeri 21:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Emva koko bajika banyuka ngendlela yaseBhashan.+ Waphuma uOgi+ ukumkani waseBhashan waya kubahlangabeza, yena nabantu bakhe bonke, esiya kulwa idabi nabo e-Edreyi.+ Nehemiya 9:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 “Wabanika ubukumkani+ nezizwana, nokubahlulela amacandelo ngamacandelo;+ kangangokuba balidla ilifa ilizwe lakwaSihon,+ nelizwe likakumkani waseHeshbhon,+ nelizwe likaOgi+ ukumkani waseBhashan.+ INdumiso 135:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 KwanoSihon ukumkani wama-Amori+No-Ogi ukumkani waseBhashan+Nazo zonke izikumkani zakwaKanan,+
33 Emva koko bajika banyuka ngendlela yaseBhashan.+ Waphuma uOgi+ ukumkani waseBhashan waya kubahlangabeza, yena nabantu bakhe bonke, esiya kulwa idabi nabo e-Edreyi.+
22 “Wabanika ubukumkani+ nezizwana, nokubahlulela amacandelo ngamacandelo;+ kangangokuba balidla ilifa ilizwe lakwaSihon,+ nelizwe likakumkani waseHeshbhon,+ nelizwe likaOgi+ ukumkani waseBhashan.+