IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 13:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 UYehova wahamba phambi kwabo emini ngomqulu welifu ukuba abakhokele endleleni,+ nangomqulu womlilo ebusuku ukuba abakhanyisele ukuze bahambe emini nasebusuku.+

  • Eksodus 40:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 Landula ilifu+ layigubungela intente yokuhlangana, bathi nobuqaqawuli bukaYehova bawuzalisa umnquba.

  • Yoshuwa 1:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Akukho bani uya kuma ngokuqinileyo phambi kwakho yonke imihla yobomi bakho.+ Kanye njengoko ndaba noMoses nawe ndiya kuba nawe.+ Andiyi kukulahla okanye ndikushiye ngokupheleleyo.+

  • Isaya 63:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ebudeni bokubandezeleka kwabo konke wabandezeleka.+ Yaye umthunywa wakhe wobuqu wabasindisa.+ Ngothando lwakhe nangemfesane yakhe wabahlawulela,+ waza waqalisa ukubaphakamisa nokubathwala yonke imihla yakudala.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share