Duteronomi 10:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “Uze umoyike uYehova uThixo wakho.+ Uze umkhonze,+ unamathele kuye,+ ufunge ngegama lakhe.+ Duteronomi 11:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 “Kuba ukuba nithe nawugcina ngokungqongqo lo myalelo wonke+ ndiniyalela wona ukuba niwenze, wokuba nimthande uYehova uThixo wenu,+ nihambe ngeendlela zakhe zonke+ nize ninamathele kuye,+ Yoshuwa 22:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuphela lumkani niwuphumeze umyalelo+ nomthetho uMoses umkhonzi kaYehova awaniyalela wona ngokumthanda uYehova uThixo wenu+ nangokuhamba ezindleleni zakhe zonke+ nangokugcina imiyalelo yakhe+ nangokunamathela kuye+ nangokumkhonza+ ngentliziyo yenu yonke+ nangomphefumlo wenu wonke.”+
22 “Kuba ukuba nithe nawugcina ngokungqongqo lo myalelo wonke+ ndiniyalela wona ukuba niwenze, wokuba nimthande uYehova uThixo wenu,+ nihambe ngeendlela zakhe zonke+ nize ninamathele kuye,+
5 Kuphela lumkani niwuphumeze umyalelo+ nomthetho uMoses umkhonzi kaYehova awaniyalela wona ngokumthanda uYehova uThixo wenu+ nangokuhamba ezindleleni zakhe zonke+ nangokugcina imiyalelo yakhe+ nangokunamathela kuye+ nangokumkhonza+ ngentliziyo yenu yonke+ nangomphefumlo wenu wonke.”+