Eksodus 14:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Wangena phakathi kweqela lamaYiputa neqela lamaSirayeli.+ Kweli icala waba lilifu elimnyama. Kweliya icala wakhanyisa ebusuku.+ Kwaye la maqela akazange asondelelane ubusuku bonke. INdumiso 78:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Waqhubeka ebakhokela ngelifu emini+Yaye ubusuku bonke ngokukhanya komlilo.+ INdumiso 105:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Waneka ilifu langumkhusane,+Nomlilo ukuba ubakhanyisele ebusuku.+
20 Wangena phakathi kweqela lamaYiputa neqela lamaSirayeli.+ Kweli icala waba lilifu elimnyama. Kweliya icala wakhanyisa ebusuku.+ Kwaye la maqela akazange asondelelane ubusuku bonke.