Eksodus 16:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Bayidla oonyana bakaSirayeli imana iminyaka engamashumi amane+, bada bafika ezweni elimiweyo.+ Bayidla imana bada bafika emdeni welizwe lakwaKanan.+
35 Bayidla oonyana bakaSirayeli imana iminyaka engamashumi amane+, bada bafika ezweni elimiweyo.+ Bayidla imana bada bafika emdeni welizwe lakwaKanan.+