Duteronomi 31:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yibani nesibindi, nomelele.+ Musani ukoyika okanye nothuke phambi kwazo,+ ngokuba nguYehova uThixo wakho ohamba nawe. Akayi kukulahla okanye akushiye ngokupheleleyo.”+ Yoshuwa 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Akukho bani uya kuma ngokuqinileyo phambi kwakho yonke imihla yobomi bakho.+ Kanye njengoko ndaba noMoses nawe ndiya kuba nawe.+ Andiyi kukulahla okanye ndikushiye ngokupheleleyo.+ Roma 8:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Sithini na, ke ngoko, kwezi zinto? Ukuba uThixo ungakuthi, ngubani na oya kuba nxamnye nathi?+
6 Yibani nesibindi, nomelele.+ Musani ukoyika okanye nothuke phambi kwazo,+ ngokuba nguYehova uThixo wakho ohamba nawe. Akayi kukulahla okanye akushiye ngokupheleleyo.”+
5 Akukho bani uya kuma ngokuqinileyo phambi kwakho yonke imihla yobomi bakho.+ Kanye njengoko ndaba noMoses nawe ndiya kuba nawe.+ Andiyi kukulahla okanye ndikushiye ngokupheleleyo.+