Eksodus 24:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngako oko wawabhala phantsi uMoses onke amazwi kaYehova.+ Wavuka ekuseni waza wakha isibingelelo emazantsi entaba neentsika ezilishumi elinesibini ngokwezizwe ezilishumi elinesibini zakwaSirayeli.+ Eksodus 34:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Waqhubeka wathi uYehova kuMoses: “Wabhale phantsi la mazwi,+ kuba ngawo la mazwi ndenza umnqophiso kunye nawe noSirayeli.”+
4 Ngako oko wawabhala phantsi uMoses onke amazwi kaYehova.+ Wavuka ekuseni waza wakha isibingelelo emazantsi entaba neentsika ezilishumi elinesibini ngokwezizwe ezilishumi elinesibini zakwaSirayeli.+
27 Waqhubeka wathi uYehova kuMoses: “Wabhale phantsi la mazwi,+ kuba ngawo la mazwi ndenza umnqophiso kunye nawe noSirayeli.”+