2 Samuweli 6:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Wandula ke uDavide nabo bonke abantu ababenaye besuka baza baya eBhahale-yuda+ ukuze bayinyuse beyisusa apho ityeya+ kaTHIXO oyinyaniso, apho libizwa khona igama, igama+ likaYehova wemikhosi,+ ohleli phezu kweekherubhi.+ 1 Kronike 13:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 UDavide naye wonke uSirayeli benyukela eBhahala,+ eKiriyati-yarim, ekwelakwaYuda, ukuze balande apho ityeya yoTHIXO oyinyaniso uYehova, ohleli phezu kweekherubhi,+ apho libizwa khona igama lakhe.
2 Wandula ke uDavide nabo bonke abantu ababenaye besuka baza baya eBhahale-yuda+ ukuze bayinyuse beyisusa apho ityeya+ kaTHIXO oyinyaniso, apho libizwa khona igama, igama+ likaYehova wemikhosi,+ ohleli phezu kweekherubhi.+
6 UDavide naye wonke uSirayeli benyukela eBhahala,+ eKiriyati-yarim, ekwelakwaYuda, ukuze balande apho ityeya yoTHIXO oyinyaniso uYehova, ohleli phezu kweekherubhi,+ apho libizwa khona igama lakhe.