Duteronomi 20:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 kuba uYehova uThixo wenu uhamba nani ukuba anilwele kwiintshaba zenu, anisindise.’+ 1 Samuweli 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kwaye iminyaka ngeminyaka loo ndoda yayinyuka ivela kwisixeko sakowayo ukuya kuqubuda+ nokubingelela kuYehova wemikhosi eShilo.+ Babengababingeleli bakaYehova+ apho ke oonyana bakaEli ababini, uHofeni noFinehasi.+ 1 Samuweli 15:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Utsho uYehova wemikhosi+ ukuthi, ‘Ndimele ndiphendulise+ ngoko uAmaleki wakwenza kuSirayeli xa wazimisa nxamnye naye endleleni ekunyukeni kwakhe ephuma eYiputa.+ 1 Kumkani 18:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Noko ke, uEliya wathi: “Njengoko uYehova wemikhosi+ endimi phambi kwakhe ephila,+ namhlanje ndiza kuzibonakalisa kuye.” 1 Kronike 17:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Igama lakho+ malingqineke lithembekile, libe likhulu+ ukusa kwixesha elingenammiselo, kuthiwe, ‘UYehova wemikhosi,+ uTHIXO kaSirayeli+ nguThixo kuSirayeli,’+ yaye indlu yomkhonzi wakho uDavide mayihlale phambi kwakho.+
3 Kwaye iminyaka ngeminyaka loo ndoda yayinyuka ivela kwisixeko sakowayo ukuya kuqubuda+ nokubingelela kuYehova wemikhosi eShilo.+ Babengababingeleli bakaYehova+ apho ke oonyana bakaEli ababini, uHofeni noFinehasi.+
2 Utsho uYehova wemikhosi+ ukuthi, ‘Ndimele ndiphendulise+ ngoko uAmaleki wakwenza kuSirayeli xa wazimisa nxamnye naye endleleni ekunyukeni kwakhe ephuma eYiputa.+
15 Noko ke, uEliya wathi: “Njengoko uYehova wemikhosi+ endimi phambi kwakhe ephila,+ namhlanje ndiza kuzibonakalisa kuye.”
24 Igama lakho+ malingqineke lithembekile, libe likhulu+ ukusa kwixesha elingenammiselo, kuthiwe, ‘UYehova wemikhosi,+ uTHIXO kaSirayeli+ nguThixo kuSirayeli,’+ yaye indlu yomkhonzi wakho uDavide mayihlale phambi kwakho.+