Eksodus 25:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ndiya kuhlangana nawe khona ndithethe kuwe ndiphezu kwesigubungelo,+ phakathi kweekherubhi zombini eziphezu kwetyeya yesingqino, ngako konke endiya kukuyalela kona koonyana bakaSirayeli.+ Numeri 7:89 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 89 Wayesithi ke ngoko nanini na uMoses akungena ententeni yokuhlangana ukuze athethe naye,+ eve ilizwi lithetha kuye livela ngasentla kwesigubungelo+ esasiphezu kwetyeya yesingqino, phakathi kweekherubhi ezimbini;+ yaye wayethetha naye. 1 Samuweli 4:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngoko abantu bathumela eShilo baza bayithwala beyisusa apho ityeya yomnqophiso kaYehova wemikhosi, ohlala phezu kweekherubhi.+ Yaye oonyana ababini bakaEli babelapho kunye netyeya yomnqophiso kaTHIXO oyinyaniso, oko kukuthi, uHofeni noFinehasi.+ 2 Samuweli 6:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Wandula ke uDavide nabo bonke abantu ababenaye besuka baza baya eBhahale-yuda+ ukuze bayinyuse beyisusa apho ityeya+ kaTHIXO oyinyaniso, apho libizwa khona igama, igama+ likaYehova wemikhosi,+ ohleli phezu kweekherubhi.+ 2 Kumkani 19:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 UHezekiya wathandaza+ phambi koYehova esithi: “Owu Yehova THIXO kaSirayeli,+ ohleli phezu kweekherubhi,+ nguwe wedwa onguTHIXO oyinyaniso kuzo zonke izikumkani+ zomhlaba.+ Nguwe owenza amazulu+ nomhlaba.+
22 Ndiya kuhlangana nawe khona ndithethe kuwe ndiphezu kwesigubungelo,+ phakathi kweekherubhi zombini eziphezu kwetyeya yesingqino, ngako konke endiya kukuyalela kona koonyana bakaSirayeli.+
89 Wayesithi ke ngoko nanini na uMoses akungena ententeni yokuhlangana ukuze athethe naye,+ eve ilizwi lithetha kuye livela ngasentla kwesigubungelo+ esasiphezu kwetyeya yesingqino, phakathi kweekherubhi ezimbini;+ yaye wayethetha naye.
4 Ngoko abantu bathumela eShilo baza bayithwala beyisusa apho ityeya yomnqophiso kaYehova wemikhosi, ohlala phezu kweekherubhi.+ Yaye oonyana ababini bakaEli babelapho kunye netyeya yomnqophiso kaTHIXO oyinyaniso, oko kukuthi, uHofeni noFinehasi.+
2 Wandula ke uDavide nabo bonke abantu ababenaye besuka baza baya eBhahale-yuda+ ukuze bayinyuse beyisusa apho ityeya+ kaTHIXO oyinyaniso, apho libizwa khona igama, igama+ likaYehova wemikhosi,+ ohleli phezu kweekherubhi.+
15 UHezekiya wathandaza+ phambi koYehova esithi: “Owu Yehova THIXO kaSirayeli,+ ohleli phezu kweekherubhi,+ nguwe wedwa onguTHIXO oyinyaniso kuzo zonke izikumkani+ zomhlaba.+ Nguwe owenza amazulu+ nomhlaba.+