Yoshuwa 16:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kwaye abazange bawagxothe amaKanan+ awayehlala eGezere,+ yaye amaKanan aqhubeka ehlala phakathi koEfrayim kude kube namhla,+ enza umsebenzi wobukhoboka esebenza ngokuqhutywa ngebhaxa.+ Yoshuwa 21:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ngako oko babanika isixeko sokusabela+ isibulala-mntu,+ iShekem,+ nedlelo layo+ kummandla weentaba wakwaEfrayim, neGezere+ nedlelo layo,
10 Kwaye abazange bawagxothe amaKanan+ awayehlala eGezere,+ yaye amaKanan aqhubeka ehlala phakathi koEfrayim kude kube namhla,+ enza umsebenzi wobukhoboka esebenza ngokuqhutywa ngebhaxa.+
21 Ngako oko babanika isixeko sokusabela+ isibulala-mntu,+ iShekem,+ nedlelo layo+ kummandla weentaba wakwaEfrayim, neGezere+ nedlelo layo,