IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yoshuwa 2:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Wandula ke uYoshuwa unyana kaNun wathuma ngokufihlakeleyo amadoda amabini aseShitim+ njengeentlola, esithi: “Hambani, niye kukhangela ilizwe neYeriko.” Ngoko ke ahamba aza afika endlwini yebhinqa elingunongogo eligama lalo linguRahabhi,+ alalisa apho.

  • Yoshuwa 3:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 andula amanzi ehla phezulu ema ngxi. Aphakama aba njengedama elinye+ kude kakhulu eAdam, isixeko esingasecaleni kwaseTsaretan,+ ngoxa lawo ayesihla esiya ngakulwandle lwaseArabha, uLwandle lweTyuwa,+ aphelayo. Anqamka, yaye abantu badlula phambi kweYeriko.

  • Yoshuwa 6:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ke kaloku iYeriko yayivalwe ngokuqinileyo ngenxa yoonyana bakaSirayeli, kungekho bani uphumayo nabani ungenayo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share