1 Samuweli 28:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 AmaFilisti aqokelelana ndawonye, eza aza amisa ikampu eShunem.+ Ngoko uSawule waqokelela ndawonye wonke uSirayeli waza wamisa inkampu eGilibhowa.+ 1 Kumkani 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kwaye bahamba baya kufuna intombazana entle kuwo wonke ummandla wakwaSirayeli, baza ekugqibeleni bafumana uAbhishagi+ umShunem+ baza bamzisa kukumkani. 1 Kumkani 2:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Yaye wahlabela mgama wathi: “Nceda, uthi kuSolomon ukumkani (kuba akayi kubususa ubuso bakho) makandinike uAbhishagi+ umShunem+ abe ngumfazi wam.” 2 Kumkani 4:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngenye imini uElisha wadlula esiya eShunem,+ apho kwakukho umfazi obalaseleyo, yaye wamnyanzela+ ukuba adle isonka. Yaye kwakusithi ngokufuthi xa edlula apho, aphambukele apho aye kudla isonka.
4 AmaFilisti aqokelelana ndawonye, eza aza amisa ikampu eShunem.+ Ngoko uSawule waqokelela ndawonye wonke uSirayeli waza wamisa inkampu eGilibhowa.+
3 Kwaye bahamba baya kufuna intombazana entle kuwo wonke ummandla wakwaSirayeli, baza ekugqibeleni bafumana uAbhishagi+ umShunem+ baza bamzisa kukumkani.
17 Yaye wahlabela mgama wathi: “Nceda, uthi kuSolomon ukumkani (kuba akayi kubususa ubuso bakho) makandinike uAbhishagi+ umShunem+ abe ngumfazi wam.”
8 Ngenye imini uElisha wadlula esiya eShunem,+ apho kwakukho umfazi obalaseleyo, yaye wamnyanzela+ ukuba adle isonka. Yaye kwakusithi ngokufuthi xa edlula apho, aphambukele apho aye kudla isonka.